IILETA ezi-4 eziya kumabandla
▶️ IsiTyhilelo sesi-2 sinika umbono wesiprofeto webandla ukususela kwixesha labapostile ukuya kutsho kwixesha lobumnyama.
✔️IBandla lahamba kwindlela ekhokelela kubunyulu, ukuya kwintshutshiso eqatha eyabanyanzela ukuba balalanise eminye yemigaqo yayo. Amasango esihogo azama ukugubungela ibandla kubumnyama obupheleleyo kodwa asilela. Abathembekileyo bagcina ukukhanya kwevangeli kuhamba.
✔️ UYesu wayeyazi imiceli mngeni abaza kujongana nayo kwaye wachaza isisombululo kuwo onke amanqanaba.
ℹ️ _Njengokuba ebeyazi imicelimngeni yeBandla ngoko uyazazi iingxaki zethu nanamhlanje._
✔️ UMoya oyiNgcwele ubongoza ngokuthambileyo amabandla kwaye uthembisa ubuyiselo olupheleleyo kunye nokuxhotyiswa kwaboyisi