Abantu abaninzi abadibana noYesu in Ministry ngexesha wayesemhlabeni
babegula, abanye begulela ukufa. Babuthelana kuYesu befuna impiliso nokuphumla kwizigulo neembulaleko zabo. Yena ke uYesu wabenzela inceba. Kule veki sijonga Marko 2: 1-10 nooKumkani 1 18, ooKumkani 1 19:1-8