"Ziphengululeni• izibhalo, ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam." Yohane 5:39 La ngamazwi athethwa nguYesu athetha nathi nanamhlanje.Nangona kunokubakho uhlobo oluthile lonqulo kunye nomthandazo, injongo yokufunda rhoqo Izibhalo Ezingcwele kukudibanisa ukuqonda uThixo neLizwi lakhe.
Kanye ngeveki Sizakudibana ngo 08H00 ngolwesihlanu sishwankathela isifundo Sesikolo seSabatha. Wamkelekile, sensele nje oku mamela wabelane nabanye on all socil media platforms, emva koko mema bonke obaziyo NABO BAZIPHENGULULE IZIBHALO.
iNKOSI IKUSIKELELE!