podcast
details
.com
Print
Share
Look for any podcast host, guest or anyone
Search
Showing episodes and shows of
Ruta Vimba
Shows
trufm Current Affairs
USA vs VENEZUALA
Kulindeleke avele enkundleni eNew York eMelika namhlanje umongameli waseVenezuala, uNicolas Maduro, emva kokubanjwa ngumkhosi waseMelika. NgoLwesihlanu kuye kwahlaselwa ikomkhulu laseVenezuala nalapho abanjwe khona uMaduro nenkosikazi yakhe uCelia Flores. Bajamelene namatyala okushishina ngeziyobisi nezixhobo. Sele kulithuba ubudlelane beMelika neVenezuala bungebuhlanga. Ilizwe loMzantsi Afrika liye lamemelela ukubanjwa kwentlanganiso ekhawulezileyo yi-United Nations Security Council ngelithi ilizwe laseMelika linyhashe isibhambathiso samazwe ayinxalenye yeUnited Nations. UAyabonga Kekana uncokole nengcali yemiba yamazwe angaphandle ugqirha Mkhuseli Vimba.
2026-01-05
12 min
Soulful House Essentials
Soulful House Essentials (Best Of 2025)
Dark Horse, Kabza De Small & Artwork Sounds - Love, Peace & Happiness Dark Horse & Soulfreakah - ENVY (feat. FAITH NKATSANA) Griffith Malo & Oscar Mbo - Lomhlaba (feat. Tee-R) June Jazzin & Nathi Mlambo - Vimba (Lukamusic instrumental Mix) SoulFreakah & Nutownsoul - Thank You Aaron K. Gray & Conway Kasey - You (Timmy Regisford Remix) Gershon Jackson, Mike Dunn - C'Mon & Sing-A-Long (Mike Dunn Blackball MixX) Masaki Morii - Forever (Masaki Morii Nu One Vocal Remix) MERLIN BOBB, Masaki Morii - Pink White (Remix Vocal) Mike City, Ian Friday - Used 2 Be (Libation Remix Vox)
2026-01-01
1h 36
trufm Current Affairs
NEWS REVIEW - 2025, A YEAR THAT WAS
Unyaka ka-2025 ibe ngunyana obe neziganeko ezisematheni nezitshis' ibunzi kupolitiko, imontlalo noqoqosho lwelizwe loMzantsi Afrika. Eli lizwe libone ukwehla kweqondo lenzala kwimali-mboleko izihlandlo eziliqela, ukukhutshwa kweli kuluhlu lwamazwe axhasa ngemali izenzo zobunqolobi, igreylisting ngolwasemzini. Singayilibala njani inkomfa yamajelo eendaba engundaba-mlonyeni yangomhla wesithandathu kuJune walo nyaka, yomkhomishinala wamapolisa kwiphondo iKwaZulu-Natal, uLt General Nhlanhla Mkhwanazi, nemiphumela yayo, nalapho wathi wenza izityholo zongenelelo loonqevu, oosopolitiki norhwaphilizo kwinkonzo yesipolisa nakwinkqubo yezobulungisa? Koloko ke sigqibe kwelokuba kwinkqubo-ndaba yakho namhlanje makhe sikukhumbuze ngamanye ala manqaku aye adala isankxwe kwisizwe siphela. Ukuxoxa banzi ngale miba neminye, sakuthi sithethe neentatheli zeli jelo ezahlukileyo, uZalene Merrington, uSibahle Motha...
2025-12-28
44 min
trufm Current Affairs
30 MINUTES LIVE - G20 Meeting to kick start this weekend at Nasrec in Johannesburg
Iza kuqala ngokusesikweni ngomso intlanganiso yamazwe alishumi elinesithoba aphantsi kweqonga lokuqinisa urhwebo nobudlelane phakathi kwala mazwe. UMzantsi Afrika, noyinxalenye ye-G20, nguwo okwisikhundla sokongamela le ntlanganiso, nto leyo eyenza ukuba le ndibano ibanjelwe kweli. Nangona kunjalo, iMelika, nayo eyinxalenye ye-G20, ithi ayizokuyizimasa le ndibano, ntonje iza kuthumela umthunywa ozakwakha umkhano kokwenzekayo. Oku kubangelwa kukujongana ngezikhondo zamehlo okukhoyo phakathi kwala mazwe mabini. Ingaba kuza kuyichaphazela kusini na le ndibano oku? Singalindela ntoni kule ntlanganiso? Emnxebeni uAyabonga Kekaba ubambe ingcali nomhlalutyi wemiba yezopolitiko yamazwe ngamazwe, uGqirha Mkhuseli Vimba…
2025-11-21
13 min
Vai zini?
Vai zini, ka komponists Jāzeps Vītols savulaik vasaras pavadījis Pabažos?
Stāsta diriģents Andris Veismanis. Bērnībā biju ļoti slimīgs. Katru gadu laikā starp ziemu un pavasari, pēc ilgstošām sniega piku kaujām un sniega cietokšņu būvēšanām, nonācu slimnīcā ar plaušu karsoni. Kad pēc kārtējā plaušu karsoņa atrados izmeklējumā pie vietējā daktera, viņš noteica – tev jārūdās, puis! – vasarā jūrā vismaz 70 reizes jāpeldas. Tā es sāku šīs procedūras, un tas tiešām līdzēja. Bet jūra mani ne tikai ārstēja, bet deva savus augļus tiešā veidā. Tēvs, iecienīts dziedāšanas un m...
2025-10-03
05 min
Putumayo World Music Hour
World A Capella
Dan Storper and Rosalie Howarth highlight one of the world’s most expressive, affordable, and versatile instruments: the human voice, on this episode of the Putumayo World Mudic Hour. Episode: 25:35 Air Dates: August 25th - August 31st Featuring: 1. Toto Bona Lokua - Ghana Blues (from the album on "Toto Bona Lokua" on No Format!) 2. Sanna Kallman & Johan Hogenas - Wangol (from the album on "Amanda- Cafe Creole" on CCn'C Records) 3. The Persuasions - Oh! Darling (from the album "Sing The Beatles" on Chesky Records) 4. The Bush Kids - Woma Wanti (from the album "In Aboriginal" on Caama Music) 5. Sertab Erener...
2025-08-25
59 min
Подтяни латышский с Инесе Розе
Zvejošana vai makšķerēšana? Подтяни латышский #79
Продолжаем познавательные уроки латышского языка с преподавателем Инесе Розе. Andrejs: Labrīt, dārgie klausītāji! Inese: Labrīt! Ceru, ka nedēļa ir pagājusi bez traumām un ievainojumiem. Andrejs: И я надеюсь, что ваша неделя прошла без травм и повреждений. Сегодня поговорим о рыбалке. Рыбалка – это zvejošana или makšķerēšana? Ведь и ‘zvejot’, и ‘makšķerēt’ – рыбачить. Inese: да, и то, и другое. Но ‘zvejot’ – ловить сетью, а makšķerēt, в разговорном - copēt – ловить удочкой. Andrejs: а, теперь понятно, почему сайт, на котором можно купить лицензию для ловли рыбы, называется manacope! Inese: Vārdam ‘cope’ ir divas nozīmes. Viens - makšķerēšana – ловля рыбы. Otrs – matu cope – волосы, собранные в узелок. Andrej, tu laikam labāk par mani zini, Latvijā drīkst zvejot vai makšķerēt? Andrejs: в индивидуальном порядке разрешено удить. Drīkst makšķerēt, copēt, nevis zvejot, bet tad, ja ir licenze vai makšķerēšanas karte. Inese: tu gribēji teikt – licence? Andrejs: jā, licence. Inese: Un kad zivs ir noķerta, nomakšķerēta, kā to sauc? Andrejs: улов! Inese: Loms - улов. Bet tagad parunāsim par zivīm. Kādas zivis var noķert Latvijas upēs? Andrejs: Plaudis – лещь, līnis - линь, karpa – карп, asaris – окунь. Līdaka – щука, salaka - корюшка, vimba – сырть. Bet copē arī jūrā! - Удят и в море! Inese: tad nosauksim dažas populārākās jūras zivis. Andrejs: Menca – треска...
2025-08-16
06 min
trufm Current Affairs
We analyse the appointment of the new Higher Education Minister
Kwamkelwe yimibutho yezopolitiko eyohlukileyo ukususwa kukaMphathiswa wesebe lemfundo ephakamileyo noqeqesho, uGqirha uNobuhle Nkabane. Emva kwemini izolo, i-ofisi kamongameli uCyril Ramaphosa ivakalise ukuchongwa kwalowo ebengusekelwa mphathiswa kweli sebe uButi Manamela njengomphathiswa omtsha, ngethuba uGqirha Nomusa Ncube-Dube ebhengezwe njengosekela-mphathiswa omtsha kweli sebe. UNkabane ubesematheni kwezinyanga zidlulileyo ngokunganyaniseki kwakhe ePalamente ngenkqubo yokuchongwa koosihlalo bamaqumrhu eebhodi ezohlukileyo ze-SETA, neziphantsi kweli sebe. UAyabonga Kekana uncokole nomhlalutyi uGqirha Mkhuseli Vimba.
2025-07-22
08 min
MZANSI DEEP
Session 367 - Deepolsky - Premium Soulful House
MIX By Deepolsky G Sunset, Griffith Malo & Lukamusic - It Is Well Alton Miller - Feels So Good Dirtytwo - Tension's High (Ernesto & The Basement Gospel Remix) Vencer Cafe & Orlam - Called to Say Hi (Rumba Mix) June Jazzin & Nathi Mlambo - Vimba (June Jazzin Deep Mix) Vanessa L. Smith - Whenever (feat. Precious James) [Main Mix] Thb SA - The Reason Why (feat. Kabs) Wizney - Over (Extended Mix) Cee ElAssaad & Lee Wilson - Music Is the Cure (Q Narongwate Remix) Reggie Steele - Light My Fire (feat. Miranda Nicole) [Reggie Steele's] Soulista - Mystic Horizons (Extended Mix) T...
2025-05-30
1h 14
trufm Current Affairs
30 MINUTES LIVE - We analyse the meeting between Presidents, Cyril Ramaphosa of SA and Donald Trump of the USA
Umongameli Cyril Ramaphosa uxelele umongameli waseMelika uDonald Trump ngethuba lendibano noonondaba eWhite House, ukuba akuhlaselwa kubulawe abantu abamhlophe ngobuninzi eMzantsi Afrika. Ezinkokheli zithethe noonondaba ngaphambili kokubamba iingxoxo zabucala eWhite House. Abathunywa boMzantsi Afrika baquka abaphathiswa, oosomashishi, iimanyano zabasebenzi nabadlali begalufa abaziwayo. Umongameli Ramaphosa uthi ulwaphulomthetho eMzantsi Afrika luchaphazela zonke iintlanga. Oku kuza nanjengoko kuthe tshitshilili ulwazi olungeyonyani ngoMzantsi Afrika eMelika, lokuba kubulawa amafama amhlophe kweli lizwe. Injongo yale ndibano ibikukomezela ubudlelane obungebuhlanga phakathi kwala mazwe mabini, kuvuselelwe nentsebenziswano. Umongameli weli uyichaze le ndibano njengeyimpumelelo kulandela indibano esekhusini noTrump. Uye waqinisekisa ukuba iMelika izakuthabatha inxaxheba kwingqungquthela yeG20 ezakubanjelwa eMzantsi Afrika...
2025-05-22
13 min
deepolsky
Soul Food Vol.107 (Music Is The Cure)
1. Inkswel - Outerspace Connection (feat. Steve Spacek, Harvey Sutherland) 2. K.G Sunset, Griffith Malo & Lukamusic - It Is Well 3. Alton Miller - Feels So Good 4. Dirtytwo - Tension's High (Ernesto & The Basement Gospel Remix) 5. Vencer Cafe & Orlam - Called to Say Hi (Rumba Mix) 6. June Jazzin & Nathi Mlambo - Vimba (June Jazzin Deep Mix) 7. Vanessa L. Smith - Whenever (feat. Precious James) [Main Mix] 8. Thb SA - The Reason Why (feat. Kabs) 9. Wizney - Over (Extended Mix) 10. Cee ElAssaad & Lee Wilson - Music Is the Cure (Q Narongwate Remix) 11. Reggie Steele - Light My Fire (feat. Miranda Nicole) [Reggie Steele's] 12. ...
2025-05-22
1h 18
Aja's & Claire Simone's Ketch A Vibe Show !
Aja & Claire Simone's Ketch A Vibe 820 Show
Welcome back to another very eclectic show of gorgeous beats going across the genres that we love to explore and share with you.Aja & ClaireCharles Kynard - Little Ghetto BoyDil Trio -This Is FunkyJulie Driscoll, Brian Auger & The Trinity - Black CatChris Read -feat The So Much Soul Players Yasushi Ide, Emilie Chick -The Magic Is Gone - The Battle (Shuya Okino & ROOT SOUL Remix)Black Loops - CDMXJune Jazzin, Nathi Mlambo - Vimba (Original Mix)
2025-05-17
1h 57
trufm Current Affairs
30 MINUTES LIVE - USA RAMAPHOSA
Kwindibano noonondaba, umongameli waseMelika uDonald Trump, uthe kwiveki ezayo bazakuhlangana neenkokheli zelizwe loMzantsi Afrika. Izolo, bagaleleke eMelika abemi boMzantsi Afrika abamhlophe abantetho isisibhulu, nabathe bafaka izicelo zokuba ziimbacu kwelalizwe kuba besithi baya calucalulwa. Urhulumente woMzantsi Afrika uyigxekile lenkqubo, kwaye uyichaza njengenyathelo eliphenjelelwa zezopolitiko. Kulindeleke kwezinyanga zizayo elinye iqela liye kwela lizwe. Emnxebeni, uAyabonga Kekana ubambe ingcali kwimiba yamazwe angaphandle, uGqirha Mkhuseli Vimba...
2025-05-14
07 min
trufm Current Affairs
NEWS REVIEW - South African criminal justice system
Kwilizwe loMzantsi Afrika, inkqubo yokuzisa ubulungisa kulwaphulomthetho, nejoliswe ekutshutshiseni abophulimthetho, ingakumbi kumatyala angqamene nokuxhatshazwa ngezesondo, ingahle ijamelane nemingeni, nengakhokelela ekukhululweni kwabophulimthetho, nto leyo eshiya umbuzo ngokusebenza ngendlela kwale nkqubo. Kutshanje, ijaji kwinkundla ephakamileyo yaseGqeberha imfumanise engenatyala uMfundisi uTimothy Omotosho nesibini abetyholwa naso, kumatyala okuthengisa nabantu, nokudlwengula, phakathi kwamanye. Ijaji icaphule ukusilela kwicala labatshutshisi ngesigwebo sayo. Ingaba isilela phi inkqubo yezobulungisa ekwenzeni umsebenzi wayo ngokupheleleyo, ze abo banetyala sibabone bephendula ngamatyala abo? Ngaphambi kokuba siwuphendule lo mbuzo, neminye, makhe sikukhumbuze mphulaphuli ngeli tyala lika-Omotoso ukuba lisukela phina, de kuben kanti lifikelela esiphelweni. Apha estudio uAyabonga Kekana uhleli nentatheli yeli jelo eb...
2025-04-06
52 min
Pärnu Postimees
Sõnu ei söö. Kalateadlane Heli Špilev: Meritindil läheb hästi, ahvenavaru kahaneb
Millises seisus on Pärnu jõe ja lahe kalavaru? Kuidas läheb meritindil, ahvenal ja kohal? Või hinnatud vääriskaladel siial ja lõhel? Miks eelistada oma toidulaual kohalikku vimba? Millised võõrliigid on end Pärnumaa vetes sisse seadnud? Neil ja paljudel muudel teemadel jagab vastses Pärnu Postimehe taskuhäälingu saates selgitusi Tartu ülikooli Eesti mereinstituudi kalateadlane Heli Špilev. Saatekülalist usutles Raido Keskküla.
2025-04-05
00 min
Radio vilks dabā
Skaistā sudrabotā Baltijās jūras iemītniece - vimba
Skaistā sudrabotā Baltijās jūras iemītniece - vimba! Pavasaris ir laiks kad vimba no jūras nāk upēs uz nārstu un šis ir īstais brīdis copei. Ar vai bez piebarošanas, straumē vai atstraumē? Par to stāsta studijas viesis - copes eksperts Einārs Siliņš un telefoniski copes prieka veidotājs Kārlis Goldmanis.
2025-03-25
39 min
trufm Current Affairs
Genesis of South Africa-USA diplomatic stand off
Buthande ukuba muncu ubudlelane bezozakuzo phakathi koMzantsi Afrika nelizwe laseMelika, susela ethabathe imikhala yolawulo isihlandlo sesibini njemongamei waseMelika u-Donald Trump ekuqaleni kwalo nyaka. Oku kujongana ngezikhondo zamehlo phakathi kwala mazwe mabini kuphenjelelwe ubukhulu becala yimithetho yoMzantsi Afrika kwakunye nezigqibo zawo ngokuphathelene kupolitiko lwamazwe ngamazwe. Kwinkqubo ndaba yakho u NewsReview u Ayabonga Kekana ubambe udliwano ndlebe nomhlalutyi wezopolitiko ugqirha Mkhuseli Vimba kunye noyingcali yezomthetho u Mpumelelo Bond Nyoka.
2025-03-10
43 min
trufm Current Affairs
DA visit to the USA
Umbutho iDemocratic Alliance uqukumbele utyelelo lwawo lweveki eMelika eWashington DC. Bathi injongo yolutyelelo kukuzinzisa ubudlelane phakathi koMzantsi Afrika neMelika, emva kweentetha ebezikhona. Olu tyelelo lulandela olweqela iAfri-Forum, nebityelele iMelika. Isithethi sesebe lobudlelane namazwe angaphandle uChristpin Phiri, sithe umbuthe weDA ubungayanga kumela urhulumente woMzantsi Afrika. UAyabonga Kekana ka30MinutesLive uncokole nengcali yemiba yamazwe angaphandle ugqirha Mkhuseli Vimba.
2025-03-06
07 min
trufm Current Affairs
Government of South Africa has noted the Executive Order issued by the US President, Trump
Urhulumente woMzantsi Afrika uthi iyaxhalabisa into yokuba isizathu sika mongameli waseMelika, uDonald Trump sokuphelisa inkxaso kwelilizwe, asinasihlahla okanye sisekelezelwe kwiinkcukacha ezingenabunyani, kwaye singathatheli ngqalelo nembali yelilizwe yobukoloniali nengcinezelo. u Amanda Xhala ubambe udliwano ndlebe nosoqoqosho u gqirha Mkhuseli Vimba!
2025-02-10
09 min
trufm Current Affairs
30 MINUTES LIVE - WTW
Xa siqukumbela le veki, sizakujonga kwimiba eyohlukileyo nebitshisa ibunzi kwezopolitiko. Uphinde wonyulwa njengoMongameli waseMelika uDonald Trump. Inkokheli ye-EFF uJulius Malema ithi asothusi isigqibo sowayenguSihlalo walo mbutho uAdvocate Dali Mpofu, sokuzibandakanya nombutho iMK party. Kukho amalungu e-MK Party avakalisa ukungaxoli ngobunkokheli balo mbutho. Ingaba okwenzeka eMozambique kuzakubanefuthe elinjani kuMzantsi Afrika? Lungenelelo olunjani oludingekayo kwi-SADAC kwela lizwe? Ukuhlalutya banzi le miba, u-Ayabonga uthethe nomhlalutyi wezopolitiko uGqirha Mkhuseli Vimba...
2024-11-08
08 min
trufm Current Affairs
DA ANALYSES
Umhlalutyi wezopolitiko, uGqirha Mkhuseli Vimba, uhlalutya banzi izigrogriso ze-DA zangaphambi kokwenyulwa kosodolophu omtsha wesixeko saseTshwane no-Amanda Xhala.
2024-10-10
06 min
Mansion Of House
Mansion Of House Show 179
Tracklist Julien Jabre - Deliverance (Moody mix) Vick Lavender & The VLE, Sparrow ft Carla Prather - The Art of Conversation Peacey ft Vanessa Hidary - Culture Bandit (Yoruba Soul Mix) IQ Musique ft Donald Sheffey - Get Down(Classic Instru. Remix) Solar House - Freedom Manoo - The Dub Playin 4 The City - The Shore Juan Caballero - Deep Saturn June Jazzin - Vimba Follow On Socials X: MansionOfHouse X: Shades___
2024-01-23
59 min
Ģimenes studija
Atskatāmies uz paveikto: 2023.gada raidījumu tendences, iepriecinājumi un sarūgtinājumi
Atskatāmies uz 2023. gadā paveikto: kādas bijušas tendences raidījumu tematikā, kādas bēdas un problēmas apspriestas un analizētas, kas iepriecinājis un kas izdevies, ko gribētos turpināt risināt un aktualizēt arī nākamajā gadā. Mairita Znotiņa izceļ raidījumu par bērnu diendusu bērnudārzā un raidījumu, kas skanēja pirms Tēvu dienas. Sarmīte Kolāte min, ka šajā gadā daudz runāts par smagām tēmām, bet šajā reizē izceļ sarunas par iespējām vecākiem savienot bērnu kopšanas atvaļinājumu ar papildus darbu, kā papildināt ģi...
2023-12-29
53 min
Dave Malone Podcast
SPACE
Last one for the Year!...More Jazzy House Deepness...01. Helena Kay`s KIM Trio - Strawberry Terrace (Don Pascal RemiX).02. Max Sedgley (Ft. Tasita D`mour) - Gotta Get Up (King Kooba`s Jazzual House Relik).03. Sebb Junior - (Ft. Muhsinah) - Special (Kaidi Tatham RemiX).04. Harold Mathews Jr. (Ft. Black SoniX) - Deep Into My Sleep (Haze City RemiX).05. The 8 Beat Quartet - Nu Modern Sounds.06. DJ Wady (Ft. Kike FernandeZ) - Love Affair (Original MiX).07. JO PACIELLO - THE GHETTO (Deep Jazziness MiX).08. John Khan & Paul Lyons (Ft...
2023-12-29
00 min
Elegance Move
Elegance Move presents EM020
Elegance Move | The MixShow presents show 020 now available for streaming and download. Tracklist Rudi'Kastic - Let It Play (Rudi's Broken Mix) [HOT-Q] Melchyor A - Unconditional Love (Melchyor A's Original Touch Version) [Makin Moves] June Jazzin, Nathi Mlambo - Vimba (Original Mix) [Are You House? Records] Haze City - Ai Eyah (Original Mix) [Boogie Cafe Records] Aloe Blacc, Josh One, Demetrius Rhymes - Sacrifice (Terry Hunter Club Mix) [Boomnote Music] Caliber Productions - Sun Blaze (Cherished Soul Remix) [Digital Deep Music] Louie Vega, Elements Of Life, Josh Milan - Let...
2023-12-03
2h 00
Masigoduke
THEMBA MKHANGELI
UThemba Mkhangeli umzobi ophume izandla oye wsqeshwa yi banki engu Vimba yomzantsi Afrika ezoba iR2 entsha.
2023-10-04
13 min
The Single Player Experience
Game Pass Gurus: Xbox News, Game Preservation, & Upcoming New Games on Game pass
Diving Deep into the World of Gaming: From MMOs and Indie Games to Inclusive Features and Game PreservationWhat if you could unlock the secrets of the gaming world with just a click? Hold on tight as we journey through the realms of Diablo 4 and Tears of the Kingdom, shedding light on their gameplay and boss battles. We reveal the allure of traditional MMOs and the unique camaraderie they foster when played with friends. Come along as we traverse the pixelated world of Lost Eternus, a nostalgic nod to classic video games, and examine its intriguing structure...
2023-07-26
1h 07
Augstāk par zemi
Latvietību atrada, aizbraucot no Latvijas. Saruna ar Viniju Folkmani no Berlīnes
Vinija Folkmane ir Berlīnes latviešu skolas izveidotāja, kā arī diasporas folkloras kopas “Rīta rasa” vadītāja. Viņa pati par sevi saka, ka aizbraucot no Latvijas, viņa sevī atrada latvietību. Sarunas ar kopas dalībniecēm mudina arī aizdomāties kāda ir nacionālās pašapziņas loma un izpausmes, dzīvojot ārpus Latvijas. Saruna ar Viniju Folkmani un kopas “Rīta rasa” dalībniecēm Ilzi Orinsku, Rūtu Vimbu pamudināja aizdomāties, kāda ir nacionālās pašapziņas loma un izpausmes, dzīvojot ārpus Latvijas. Līdzīgi kā Visums nemitīgi izplešas, izplešas...
2023-07-16
29 min
Augstāk par zemi
Latvietību atrada, aizbraucot no Latvijas. Saruna Viniju Folkmani no Berlīnes
Vinija Folkmane ir Berlīnes latviešu skolas izveidotāja, kā arī diasporas folkloras kopas “Rīta rasa” vadītāja. Viņa pati par sevi saka, ka aizbraucot no Latvijas, viņa sevī atrada latvietību. Sarunas ar kopas dalībniecēm mudina arī aizdomāties kāda ir nacionālās pašapziņas loma un izpausmes, dzīvojot ārpus Latvijas. Saruna ar Viniju Folkmani un kopas “Rīta rasa” dalībniecēm Ilzi Orinsku, Rūtu Vimbu pamudināja aizdomāties, kāda ir nacionālās pašapziņas loma un izpausmes, dzīvojot ārpus Latvijas. Līdzīgi kā Visums nemitīgi izplešas, izplešas...
2023-07-16
29 min
Masigoduke
SONWABILE MDONDOLO INTERVIEW
MANAGING DIRECTOR AND FOUNDER YE RETIREMENT WEALTH MANAGEMENT. ETHETHA NGO KHUSELEKO LE MALI ZETHU EZIBANKENI EMVA KOKUBA IBANKA ENGU VIMBA YOMZANTSI AFRIKA IZISA I INSURANCE SCHEME NEYI NDLELA YOKU KHUSELA IMALI ZETHU ESIZIFAKA EZIBANKENI. INGXOGXO IBIKUKUBA ZIKHUSELEKILE NA IMALI ZETHU EZI BANKENI?
2023-04-06
05 min
Putumayo World Music Hour
World A Capella
This week will highlight one of the world's most expressive, affordable, and versatile instruments, the human voice. Episode 22.43 Airtime: October 17-23, 2022 Featuring: 1. Toto Bona Lokua - Ghana Blues (from the album “Toto Bona Lokua” on No Format!) 2. Sanna Kallman, Johan Hogenas - Wangol (from the album “Amanda- Cafe Creole” on CCn’C Records) 3. The Persuasions - Oh! Darling (from the album “Sing The Beatles” on Chesky Records) 4. The Bush Kids - Woma Wanti (from the album “In Aboriginal” on Caama Music) 5. Sertab Erener - Zor Kadin (from the album “Sertab” on Sony Music) 6. Intyilo - Accapella (from the album “Mama Dance! Records Sampler...
2022-10-17
59 min
Consciousness Entertainment
MORNING GLORY DRIVE TIME MIX EPISODE 09
MORNING GLORY DRIVE TIME MIX EPISODE 9(AMAPIANO) by KEO85 Tracklist 01. Kammu D ft Lady Du & DJ Lector - Vimba 02. DJ Maphorisa & Kabza De Small ft Young Stunna, Zingah & Madumane - Abajuluke 03. Kammu D ft Murumba Pitch - As’phuze 04. Emotionz DJ & Soa Mattrix - Desha 05. Boohle ft Woza Sabza- Mazikhale 06. Mellow & Sleazy & Chley ft BontleRSA & Aneman - Thandiwe 07. AcuteDose - Loading… 08. Gaba Cannal - Sweet Melodies BPM: 112 Size: Duration:46:55s For Bookings: email: keorapetseeightyfive@gmail.com OR WhatsApp
2022-10-03
46 min
Radio vilks dabā
Vimbu cope!
Vimbu cope! Treknā Ventas vimba, kas uzbarojusies Baltijas jūrā nāk uz nārstu. Kā gastronomiski baudīt vimbu? Par to raidījumā saruna ar ekspertu Eināru Siliņu!
2022-03-15
40 min
Cofai FM Radio Online
Vimba naJesu
Tune in now | online to Devotional experience for free | with Apostle Miracle Prince
2021-06-23
05 min
KVADRIFRONA DEKAMERONS
Astotā diena. Piektā novele. Lasa Jānis Vimba
Jānis ir mājlopiņš, šobrīd! Paliekot mājās, viņš domā, ko darīt, lai rastos sajūta, ka nav mājās.
2020-10-15
09 min
Klausies Nacionālo!
"Klausies Nacionālo!", 14.sērija Daiga Kažociņa, Reinis Suhanovs un Jānis Vimba
Pie Margarētas cietuma kamerā ierodas gados jauns Advokāts, lai novestu līdz galam aizmirsto “lietu”, un atklāj, ka Margarēta nav vainojama nevienā no trim slepkavības epizodēm. 25 cietuma kamerā pavadītajos gados Margarēta pati sevi ir pārliecinājusi par pretējo. Kā šiem diviem cilvēkiem atrast ceļu uz patiesību... Cietuma kamerā skatītājiem tiks ļauts ielūkoties caur novērošanas kameras aci klātienē un pie datora ekrāniem. TITULLOMĀ Daiga Kažociņa
2020-07-31
36 min
Klausies Nacionālo!
"Klausies Nacionālo!", 13.sērija Intars Rešetins, Uldis Anže un Jānis Vimba
Neatkarīgais režisors Intars Rešetins kopā ar tulkotāju Agnesi Kasparovu Latvijas teātra skatītājus konsekventi iepazīstina ar labāko mūsdienu frankofonajā dramaturģijā. Šoreiz uzmanības centrā – beļģu autora Žana Pjēra Dopaņa provokatīvais monologs “Skolotājs!”.
2020-07-26
33 min
The Crypto Conversation
Stack Sats - How Vimba makes it easy to Dollar Cost Average into Bitcoin
A New Zealand software engineer, Sam Blackmore is the CEO and co-founder of Vimba, a platform that makes it easy for users to save Bitcoin using an automated dollar cost average strategy. Why you should listen: After growing up as a surf photographer, Sam moved to Bristol in the early 2000s where he documented the street art culture popularized by Banksy. As a software engineer, Sam became fascinated by open source technology such as Linux. He first discovered Bitcoin when he saw a headline on a Linux magazine that described Bitcoin as the most powerful o...
2020-06-15
51 min
Klausies Nacionālo!
Podkāsts "Klausies Nacionālo!", 12.sērija Ināra Slucka, Kaspars Zvīgulis un Jānis Vimba / Nacionālais teātris
"Klausies Nacionālo!" 12. sērija ir klāt! Tajā piedalās Ināra Slucka, Kaspars Zvigulis un Jānis Vimba. Nacionālajā teātrī radīts jauns e-teātra spēles laukums "Baltais kubs". Tā atklāšanas iestudējums Ināras Sluckas režijā - pēc Duglasa Koplenda romāna "X paaudze" motīviem veidoto stāstu 1. epizode ar Kasparu Zvīguli galvenajā lomā.
2020-05-22
20 min
Klausies Nacionālo!
Podkāsts "Klausies Nacionālo!", 11.sērija Klāvs Mellis un Jānis Vimba / Nacionālais teātris
"Klausies Nacionālo!", 11.sērijā piedalās Klāvs Mellis un Jānis Vimba „Sievietei jābūt skaistiem sejas vaibstiem un manierēm, dziļām zināšanām mūzikā, dziedāšanā, zīmēšanā, dejā un jaunajās valodās šo vārdu īstajā nozīmē, turklāt viņas izskatā, gaitā, balss skaņā, runā un izteicienos jājūt kaut kas īpaši izsmalcināts. Visām jaunajām dāmām jāprot apgleznot koku, ar rāmīšu palīdzību izšūt aizslietņus un tamborēt tabakmakus. Es nepazīstu gandrīz nevienu sievieti, kas to neprastu darīt.” (no Dž.
2020-03-10
21 min
Klausies Nacionālo!
Podkāsts "Klausies Nacionālo!", 9.sērija Artūrs Dīcis un Jānis Vimba / Latvijas Nacionālais teātris
"Klausies Nacionālo!", 9.sērijā piedalās Artūrs Dīcis un Jānis Vimba. Izrāde "Dzīvnieks" DRAMATIZĒJUMA AUTORS Artūrs Dīcis REŽISORS Reinis Suhanovs LOMĀS Arturs Krūzkops, Daiga Kažociņa, Jānis Āmanis, Raimonds Celms, Mārtiņš Brūveris PIRMIZRĀDE 7.MARTĀ https://teatris.lv/izrade/dzivnieks
2020-02-21
33 min
THE ART DEALERS PODCAST
EVERYDAY FACES: Naph 'Optimistic Status' Tshuma
We back, with a tea time! Interview with Naphtalie 'Optimistic Status' Tshuma. Young and extremely talented, Musician, Producer and all round creative. We chatted on his up bringing in the West side & East Rand of Joburg, his roots and beginnings in music and whats to come.Optimistic Status Insta - https://www.instagram.com/optimistic_status/?hl=enIntro - All Star - https://music.apple.com/za/album/all-star/1489439725?i=1489439726Intro - Vimba - https://music.apple.com/za/album/vimba/1489439725?i=1489439729Optimistic Status - Desert EP
2019-12-11
1h 03
Klausies Nacionālo!
Podkāsts "Klausies Nacionālo!", 5.sērija: Inga Tropa un Jānis Vimba
Režisore un mamma Inga Tropa Teātra direktors un tētis Jānis Vimba #KlausiesNacionālo! #AliseBrīnumzemē https://teatris.lv/izrade/alise-brinumzeme
2019-10-16
31 min
The Crypto Conversation
Why interoperability is the future of blockchain
NEM Ventures director Dave Hodgson speaks to NEM's investments in Vimba and IoDLT and how its Catapult upgrade will accelerate the coming wave of interoperable blockchains. Also covered is the emerging Security Token Offering model - and Dave explains the differences between ICOs, STOs and IEOs, before another round of crypto hot takes. https://nem.io/ https://nemventures.io/https://vimba.co/ https://iodlt.com/ https://twitter.com/NemVentures https://twitter.com/bravenewcoin https://twitter.com/AndyPickeringNZ https://verifiedtokenframework.com/
2019-08-02
36 min
Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins
05 06 2019 09.00
Eliphambili kwezi ndaba:Intloko yeeguqu kuqoqosho kwiqela i ANC u Enoch Godongwana irthi eliqela lilawulayo alikasithathi isigqibo sokwandisa umsebenzi webhanki engu vimba. Oku ke kuyaphikisana nokuthethwe ngu sosiba jikelele weliqela u Ace Magashule emva kwentlanganiso i Lekgotla yeliqela e Pitoli izolo.
2019-06-05
04 min
Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins
05 06 2019 08.00
Eliphambili kwezi ndaba:Intloko yeeguqu kuqoqosho kwiqela i ANC u Enoch Godongwana irthi eliqela lilawulayo alikasithathi isigqibo sokwandisa umsebenzi webhanki engu vimba. Oku ke kuyaphikisana nokuthethwe ngu sosiba jikelele weliqela u Ace Magashule emva kwentlanganiso i Lekgotla yeliqela e Pitoli izolo.
2019-06-05
06 min
re:publica 18 - Alle Sessions
Absurdist Incubator: Exploring the ethics of fulfilling dreams
Julia Vernersson, Ruta Vimba In this workshop we will be playing entrepreneurs with no regrets. While scientists plant artificial memories in sleeping mice, apps let you take selfies with dead relatives and hobby hackers create face swapping porn with open source machine learning algorithms, you can let your mind roam free with your fellow founders in search for the best return on investment. Who will be able to afford remembering their past just as perfect as an average Instagram account? Will the middle-class prefer fake vacations to real ones? Will all dreams come true, and if so, for whom? After...
2018-05-04
1h 07
re:publica 18 - Leisure & Lifestyle
Absurdist Incubator: Exploring the ethics of fulfilling dreams
What happens when technology becomes our memory and we can modify our experience to the point we believe it is real? To create convincing representations of reality is getting cheaper by the minute and offers a range of new possibilities of exploitation. Join the Absurdist Incubator to discover the ethical pitfalls of the future by imagining the most profitable scenarios possible. Julia VernerssonRuta VimbaIn this workshop we will be playing entrepreneurs with no regrets. While scientists plant artificial memories in sleeping mice, apps let you take selfies with dead relatives and hobby hackers create face swapping porn with...
2018-05-04
1h 07
The Arik Korman Show
Rising Latvian Star Elina Vaska
Latvian Actress Elina Vaska was cast in the main role of Renars Vimba's feature debut Mellow Mud as she began studying Theory of Audiovisual Art and Theatre at the Latvian Academy of Culture. Mellow Mud won the Crystal Bear for Best Film on its world premiere at the Berlin Film Festival’s Generation 14plus strand last year, and the Children & Youth Film Prize at Lübeck's Nordic Film Days. Elina, who has now also made her stage acting debut, received the Silver Peacock Trophy for Best Actress at the 2016 International Film Festival of India at the end of November for her...
2017-05-29
10 min